INtshumayeli 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+ Isaya 38:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndithe: “Andiyi kumbona uYa, yena kanye uYa, kwilizwe labaphilayo.+Andisayi kuba sakhangela eluntwini—kunye nabemi belizwe labangasekhoyo.
5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+
11 Ndithe: “Andiyi kumbona uYa, yena kanye uYa, kwilizwe labaphilayo.+Andisayi kuba sakhangela eluntwini—kunye nabemi belizwe labangasekhoyo.