2 Kumkani 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngelo xesha uBherodaki-bhaladan+ unyana kaBhaladan ukumkani waseBhabhiloni+ wathumela iileta+ nesipho kuHezekiya; kuba wayevile ukuba uHezekiya wayegula.
12 Ngelo xesha uBherodaki-bhaladan+ unyana kaBhaladan ukumkani waseBhabhiloni+ wathumela iileta+ nesipho kuHezekiya; kuba wayevile ukuba uHezekiya wayegula.