Genesis 30:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wamitha waza wazala unyana. Wandula wathi: “UThixo ulususile ungcikivo lwam!”+ Isaya 54:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Musa ukoyika,+ kuba akuyi kuhlaziswa;+ yaye musa ukuziva uthotyiwe, kuba akuyi kudaniswa.+ Kuba uya kulilibala kwanehlazo lexesha lobutsha bakho,+ nongcikivo lobuhlolokazi bakho akuyi kuba salukhumbula.” Luka 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Le yindlela uYehova aqhubene ngayo nam kule mihla xa endinike ingqalelo yakhe ukuba alususe ungcikivo lwam phakathi kwabantu.”+
4 Musa ukoyika,+ kuba akuyi kuhlaziswa;+ yaye musa ukuziva uthotyiwe, kuba akuyi kudaniswa.+ Kuba uya kulilibala kwanehlazo lexesha lobutsha bakho,+ nongcikivo lobuhlolokazi bakho akuyi kuba salukhumbula.”
25 “Le yindlela uYehova aqhubene ngayo nam kule mihla xa endinike ingqalelo yakhe ukuba alususe ungcikivo lwam phakathi kwabantu.”+