- 
	                        
            
            Malaki 2:2INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        2 Ukuba aniyi kuphulaphula,+ yaye ukuba aniyi kukubeka entliziyweni yenu+ ukunika igama lam uzuko,”+ utsho uYehova wemikhosi, “ngokuqinisekileyo ndiya kuthumela kuni isiqalekiso,+ kwaye ndiza kuziqalekisa iintsikelelo zenu.+ Ewe, nentsikelelo ndiyiqalekisile, ngenxa yokuba anikubeki entliziyweni oku.” 
 
-