IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 36:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 ukuzalisekisa ilizwi likaYehova ngomlomo kaYeremiya,+ de ilizwe lahlawula iisabatha zalo.+ Yonke imihla yokuphanza kwalo lagcina isabatha, ukuzalisekisa iminyaka engamashumi asixhenxe.+

  • Isaya 27:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba isixeko esinqatyisiweyo siya kuba sodwa, idlelo liya kushiywa lodwa yaye liya kushiywa njengentlango.+ Ithole lenkomo liya kudla apho, libuthe khona; yaye okunene yena uya kuwadla amasebe aso.+

  • Amosi 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngoko ke, ngenxa yokuba nitsala irhafu yomhlaba kosweleyo, nithabatha nonikelo lokudla okuziinkozo kuye;+ nakhe izindlu zamatye aqingqiweyo,+ kodwa aniyi kuqhubeka nihlala kuzo; nityale nezidiliya ezinqwenelekayo, kodwa aniyi kuqhubeka nisela wayini kuzo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share