Isaya 41:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngubani na osebenzileyo+ wakwenza oku, ebiza izizukulwana ukususela ekuqaleni?+ “Ndim, mna Yehova, owokuQala;+ nakwabokugqibela ndikwanguye.”+ Isaya 43:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova, “ningumkhonzi wam endimnyulileyo,+ ukuze nazi,+ nikholwe kum,+ niqonde ukuba ikwaNdim.+ Phambi kwam akuzange kuyilwe Thixo,+ nasemva kwam akubangakho namnye.+
4 Ngubani na osebenzileyo+ wakwenza oku, ebiza izizukulwana ukususela ekuqaleni?+ “Ndim, mna Yehova, owokuQala;+ nakwabokugqibela ndikwanguye.”+
10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova, “ningumkhonzi wam endimnyulileyo,+ ukuze nazi,+ nikholwe kum,+ niqonde ukuba ikwaNdim.+ Phambi kwam akuzange kuyilwe Thixo,+ nasemva kwam akubangakho namnye.+