INdumiso 41:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Unoyolo nabani na onikela ingqalelo kwisisweli;+Ngomhla wentlekele uYehova uya kumsindisa.+ INdumiso 116:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa ndabiza egameni likaYehova, ndathi:+“Awu, Yehova, sindisa umphefumlo wam!”+