IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 41:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 “Yithini cwaka phambi kwam, nina ziqithi;+ namaqela eentlanga+ mawafumane kwakhona amandla. Mawasondele.+ Ngelo xesha ke mawathethe. Masisondele sonke ekugwetyweni.+

  • Isaya 42:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Akayi kuba norhatyazo okanye atyunyuzwe ade amise okusesikweni emhlabeni;+ kwaye iziqithi ziya kuhlala zilindele umthetho wakhe.+

  • Isaya 51:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ubulungisa bam busondele.+ Ngokuqinisekileyo luya kuphuma usindiso lwam,+ neengalo zam ziya kugweba izizwana.+ Iziqithi ziya kuthembela kum,+ zilindele kwingalo yam.+

  • Isaya 60:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba iziqithi ziya kuhlala zithembele kum,+ iinqanawa zaseTarshishe+ njengasekuqaleni, ukuze kuziswe oonyana bakho bevela kude,+ isilivere yabo negolide yabo ikunye nabo,+ egameni+ likaYehova uThixo wakho nakuLowo Ungcwele kaSirayeli,+ kuba uya kube ekuhombisile.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share