2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+ Isaya 65:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndiza kunimisela ikrele,+ yaye nonke niya kuqubuda ekuxhelweni;+ ngenxa yokuba ndabiza,+ anaphendula; ndathetha, anaphulaphula;+ naqhubeka nisenza okubi emehlweni am,+ nanyula nento endingayoliswanga yiyo.”+
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+
12 Ndiza kunimisela ikrele,+ yaye nonke niya kuqubuda ekuxhelweni;+ ngenxa yokuba ndabiza,+ anaphendula; ndathetha, anaphulaphula;+ naqhubeka nisenza okubi emehlweni am,+ nanyula nento endingayoliswanga yiyo.”+