IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 42:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Mna, Yehova, ndikubizile ngobulungisa,+ ndakubamba ngesandla.+ Kwaye ndiya kukulondoloza ndize ndikwenze umnqophiso wabantu,+ njengokhanyiso lweentlanga,+

  • Mateyu 12:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Khangela! Umkhonzi wam+ endimnyulileyo, intanda yam,+ lowo ukholisiweyo nguye umphefumlo wam! Ndiza kufaka umoya wam kuye,+ yaye okusesikweni uya kukwenza kucace ezintlangeni.

  • Luka 2:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 ukhanyiselo+ lokushenxisa isigqubuthelo+ ezintlangeni+ nozuko lwabantu bakho amaSirayeli.”

  • IZenzo 13:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Enyanisweni, uYehova ubeke umyalelo phezu kwethu wathi, ‘Ndikumisele njengokhanyiselo lweentlanga,+ ukuze wena ube lusindiso ukusa eziphelweni zomhlaba.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share