IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 10:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Kuba kwanoNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe,+ kodwa ukuze alungiselele nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo+ ngenxa yabaninzi.”+

  • Luka 22:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kuba nguwuphi na omkhulu ngakumbi, lowo ungqendeve etafileni okanye lowo ulungiselelayo? Asinguye na lowo ungqendeve etafileni? Kodwa phakathi kwenu ndinjengalowo ulungiselelayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share