IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kwaye wazi kakuhle ukuba uYehova uThixo wakho nguTHIXO oyinyaniso,+ uTHIXO othembekileyo,+ obagcinela umnqophiso+ nobubele bothando abamthandayo nabayigcinayo imiyalelo yakhe kude kuse ezizukulwaneni eziliwaka,+

  • 1 Korinte 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Uthembekile+ uThixo, enathi ngaye nabizelwa kuko ukwabelana+ noNyana wakhe uYesu Kristu iNkosi yethu.

  • 1 Tesalonika 5:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Uthembekile lowo unibizayo, yaye uya kukwenza oku.

  • 1 Petros 4:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngoko, ke, abo babandezeleka ngokuvisisana nokuthanda kukaThixo mabahlale beyaleza imiphefumlo yabo kuMdali othembekileyo ngoxa besenza okulungileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share