Hezekile 34:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ndiya kuvelisa phezu kwazo umalusi omnye, yaye umele azondle,+ umkhonzi wam kanye uDavide.+ Yena uya kuzondla, kwaye yena uya kuba ngumalusi wazo.+
23 Ndiya kuvelisa phezu kwazo umalusi omnye, yaye umele azondle,+ umkhonzi wam kanye uDavide.+ Yena uya kuzondla, kwaye yena uya kuba ngumalusi wazo.+