IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 44:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Khumbula ezi zinto, Yakobi,+ nawe, Sirayeli, ngenxa yokuba ungumkhonzi wam.+ Ndikuyilile.+ Ungumkhonzi wam. Sirayeli, akuyi kulibaleka kum.+

  • Yeremiya 31:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “UEfrayim ungunyana oxabisekileyo na kum, okanye umntwana endimteketisayo?+ Kuba ngokomkhamo endithetha ngawo nxamnye naye nakanjani na ndiya kumkhumbula ngawo ngokubhekele phaya.+ Kungenxa yoko le nto kusikayo emathunjini am ngenxa yakhe.+ Ngandlela zonke ndiya kuba nosizi ngaye,”+ utsho uYehova.

  • Roma 11:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndiyabuza, ke ngoko, uThixo akazange abagatye abantu bakhe, andibi kunjalo?+ Nakanye! Kuba nam ndingumSirayeli,+ wembewu ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share