Yoshuwa 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYoshuwa wathi kubo: “Ukuba nisisizwana esikhulu, nyukani niye ehlathini, nize nizihlahlele lona apho kwilizwe lamaPerizi+ namaRefa,+ ngenxa yokuba ummandla weentaba+ wakwaEfrayim uye waba mxinwa kakhulu kuni.” 2 Kumkani 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Oonyana+ babaprofeti bathi kuElisha: “Khangela, ngoku! Indawo+ esihlala kuyo phambi kwakho ixinene.+ Isaya 54:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 “Memelela ngovuyo, wena mfazi uludlolo olungazaliyo!+ Chwayita umemelele ngovuyo uze udanduluke kabukhali,+ wena ungazange ube nenimba,+ kuba baninzi oonyana bophanzileyo kunoonyana bomfazi onendoda,”+ utsho uYehova.
15 UYoshuwa wathi kubo: “Ukuba nisisizwana esikhulu, nyukani niye ehlathini, nize nizihlahlele lona apho kwilizwe lamaPerizi+ namaRefa,+ ngenxa yokuba ummandla weentaba+ wakwaEfrayim uye waba mxinwa kakhulu kuni.”
6 Oonyana+ babaprofeti bathi kuElisha: “Khangela, ngoku! Indawo+ esihlala kuyo phambi kwakho ixinene.+
54 “Memelela ngovuyo, wena mfazi uludlolo olungazaliyo!+ Chwayita umemelele ngovuyo uze udanduluke kabukhali,+ wena ungazange ube nenimba,+ kuba baninzi oonyana bophanzileyo kunoonyana bomfazi onendoda,”+ utsho uYehova.