Ezra 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke, wanga uThixo wakhe anganaye.+ Ngoko makenyuke aye eYerusalem, ekwaYuda, aze abuye akhe indlu kaYehova uTHIXO kaSirayeli—unguTHIXO oyinyaniso+—eyayiseYerusalem.+ Isaya 11:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuya kuthi ngaloo mini+ kubekho ingcambu kaYese+ eya kuma njengomqondiso kwizizwana.+ Kwaneentlanga ziya kuphethukela kuyo zibuze,+ nendawo yayo yokuphumla imele ibe luzuko.+ Isaya 62:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Phumani, phumani ngamasango. Hlahlani indlela yabantu.+ Fumbani, fumbani uhola wendlela. Susani amatye kuyo.+ Phakamiselani izizwana umqondiso.+
3 Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke, wanga uThixo wakhe anganaye.+ Ngoko makenyuke aye eYerusalem, ekwaYuda, aze abuye akhe indlu kaYehova uTHIXO kaSirayeli—unguTHIXO oyinyaniso+—eyayiseYerusalem.+
10 Kuya kuthi ngaloo mini+ kubekho ingcambu kaYese+ eya kuma njengomqondiso kwizizwana.+ Kwaneentlanga ziya kuphethukela kuyo zibuze,+ nendawo yayo yokuphumla imele ibe luzuko.+
10 Phumani, phumani ngamasango. Hlahlani indlela yabantu.+ Fumbani, fumbani uhola wendlela. Susani amatye kuyo.+ Phakamiselani izizwana umqondiso.+