Yeremiya 50:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “USirayeli unjengezimvu ezichithachithekileyo.+ Iingonyama zimenze wasasazeka.+ Ekuqaleni waqwengwa ngukumkani waseAsiriya,+ aza kamva amathambo akhe akrekrethwa nguNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni.+
17 “USirayeli unjengezimvu ezichithachithekileyo.+ Iingonyama zimenze wasasazeka.+ Ekuqaleni waqwengwa ngukumkani waseAsiriya,+ aza kamva amathambo akhe akrekrethwa nguNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni.+