Isaya 26:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Kuba ubawisile abo bangabemi kwindawo ephakamileyo,+ idolophu ephakamileyo.+ Uyayithoba, uyithobela emhlabeni; uyisondeza eluthulini.+ Yeremiya 51:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Sabani niphume phakathi kweBhabhiloni,+ nize nisindise ngamnye umphefumlo wakhe.+ Musani ukuphulukana nobomi benu ngenxa yesiphoso sayo.+ Kuba lixesha lempindezelo kaYehova.+ Yimpatho ayibuyisela kuyo.+ Zekariya 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Wenani! Wenani! Sabani, ngoko, kwilizwe lasemntla,”+ utsho uYehova. “Kuba ndinisasaze ngokubanzi naya kwimimoya yomine yamazulu,”+ utsho uYehova. ISityhilelo 18:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndaza ndeva elinye ilizwi liphuma ezulwini lisithi: “Phumani kuyo, bantu bam,+ ukuze ningabelani nayo ngezono+ zayo, nokuze ningamkeliswa kwizibetho zayo.
5 “Kuba ubawisile abo bangabemi kwindawo ephakamileyo,+ idolophu ephakamileyo.+ Uyayithoba, uyithobela emhlabeni; uyisondeza eluthulini.+
6 “Sabani niphume phakathi kweBhabhiloni,+ nize nisindise ngamnye umphefumlo wakhe.+ Musani ukuphulukana nobomi benu ngenxa yesiphoso sayo.+ Kuba lixesha lempindezelo kaYehova.+ Yimpatho ayibuyisela kuyo.+
6 “Wenani! Wenani! Sabani, ngoko, kwilizwe lasemntla,”+ utsho uYehova. “Kuba ndinisasaze ngokubanzi naya kwimimoya yomine yamazulu,”+ utsho uYehova.
4 Ndaza ndeva elinye ilizwi liphuma ezulwini lisithi: “Phumani kuyo, bantu bam,+ ukuze ningabelani nayo ngezono+ zayo, nokuze ningamkeliswa kwizibetho zayo.