Eksodus 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kamva amagosa+ oonyana bakaSirayeli, lawo iinduna zikaFaro zawamisa phezu kwabo, abethwa,+ kusithiwa: “Kutheni ningasigqibanga nje isabelo senu esimiselweyo sokwenza izitena+ njengangaphambili, izolo nanamhlanje?”+ INdumiso 137:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba apho abo babesibambe njengabathinjwa bacela kuthi amazwi engoma,+Nabo babesenza intlekisa ngayo—ukuze babe nemihlali besithi:+“Sivumeleni enye yeengoma zaseZiyon.”+ Yeremiya 50:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “USirayeli unjengezimvu ezichithachithekileyo.+ Iingonyama zimenze wasasazeka.+ Ekuqaleni waqwengwa ngukumkani waseAsiriya,+ aza kamva amathambo akhe akrekrethwa nguNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni.+
14 Kamva amagosa+ oonyana bakaSirayeli, lawo iinduna zikaFaro zawamisa phezu kwabo, abethwa,+ kusithiwa: “Kutheni ningasigqibanga nje isabelo senu esimiselweyo sokwenza izitena+ njengangaphambili, izolo nanamhlanje?”+
3 Kuba apho abo babesibambe njengabathinjwa bacela kuthi amazwi engoma,+Nabo babesenza intlekisa ngayo—ukuze babe nemihlali besithi:+“Sivumeleni enye yeengoma zaseZiyon.”+
17 “USirayeli unjengezimvu ezichithachithekileyo.+ Iingonyama zimenze wasasazeka.+ Ekuqaleni waqwengwa ngukumkani waseAsiriya,+ aza kamva amathambo akhe akrekrethwa nguNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni.+