- 
	                        
            
            Zekariya 12:10INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
 - 
                            
- 
                                        
10 “Ndiza kuthululela phezu kwendlu kaDavide naphezu kwabemi baseYerusalem umoya wobabalo+ nezibongozo,+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kukhangela kuLowo bamhlabayo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumenzela isijwili njengokwenzelwa isijwili konyana okuphela kwakhe; kuya kubakho isijwili esikrakra ngenxa yakhe njengaxa kukho isijwili esikrakra ngenxa yonyana olizibulo.+
 
 -