IZenzo 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 ke yena uMmeli Oyintloko wobomi nambulala.+ Kodwa uThixo wamvusa kwabafileyo, sibakala eso thina esingamangqina aso.+ IZenzo 7:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Nguwuphi na kubaprofeti abangazange bamtshutshise ookhokho benu?+ Ewe, bababulala+ abo benza isaziso kwangaphambili ngokuza kwaLowo ulilungisa,+ eniye nangabangcatshi nababulali bakhe ngoku,+
15 ke yena uMmeli Oyintloko wobomi nambulala.+ Kodwa uThixo wamvusa kwabafileyo, sibakala eso thina esingamangqina aso.+
52 Nguwuphi na kubaprofeti abangazange bamtshutshise ookhokho benu?+ Ewe, bababulala+ abo benza isaziso kwangaphambili ngokuza kwaLowo ulilungisa,+ eniye nangabangcatshi nababulali bakhe ngoku,+