Mateyu 27:57 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 57 Ke kaloku njengoko kwakungorhatya, kwafika umntu waseArimathiya owayesisityebi, ogama linguYosefu, naye ngokwakhe owaba ngumfundi kaYesu.+ Marko 15:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Ngako oko wathenga ilinen ecikizekileyo waza wamthula, wamsongela ngelinen leyo ecikizekileyo, wambeka+ engcwabeni+ elalimbiwe eliweni; kwaye waqengqela ilitye emnyangweni wengcwaba lenkumbulo.+ Yohane 19:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Kwenzeka ukuba, kwindawo apho wayebethelelwe khona kube kwakukho umyezo, nasemyezweni ingcwaba lenkumbulo elitsha,+ ekungekho bani wakha wabekwa kulo.
57 Ke kaloku njengoko kwakungorhatya, kwafika umntu waseArimathiya owayesisityebi, ogama linguYosefu, naye ngokwakhe owaba ngumfundi kaYesu.+
46 Ngako oko wathenga ilinen ecikizekileyo waza wamthula, wamsongela ngelinen leyo ecikizekileyo, wambeka+ engcwabeni+ elalimbiwe eliweni; kwaye waqengqela ilitye emnyangweni wengcwaba lenkumbulo.+
41 Kwenzeka ukuba, kwindawo apho wayebethelelwe khona kube kwakukho umyezo, nasemyezweni ingcwaba lenkumbulo elitsha,+ ekungekho bani wakha wabekwa kulo.