Zekariya 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova umele abe ngukumkani phezu komhlaba wonke.+ Ngaloo mini uYehova uya kuba mnye,+ negama lakhe libe linye.+ Roma 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Okanye ngaba unguThixo wamaYuda kuphela?+ Akanguye na kwanowabantu beentlanga?+ Ewe, ukwanguye nowabantu beentlanga,+
9 UYehova umele abe ngukumkani phezu komhlaba wonke.+ Ngaloo mini uYehova uya kuba mnye,+ negama lakhe libe linye.+
29 Okanye ngaba unguThixo wamaYuda kuphela?+ Akanguye na kwanowabantu beentlanga?+ Ewe, ukwanguye nowabantu beentlanga,+