Isaya 49:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza wahlabela mgama wathi kum: “Ungumkhonzi wam, Sirayeli,+ wena endiya kubonakalisa kuye ubuhle bam.”+ IZenzo 15:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ukuze abo baseleyo ebantwini bamfune ngenyameko uYehova, ndawonye nabantu beentlanga zonke, abantu ababizwa ngegama lam, utsho uYehova, ozenzayo ezi zinto,+
3 Waza wahlabela mgama wathi kum: “Ungumkhonzi wam, Sirayeli,+ wena endiya kubonakalisa kuye ubuhle bam.”+
17 ukuze abo baseleyo ebantwini bamfune ngenyameko uYehova, ndawonye nabantu beentlanga zonke, abantu ababizwa ngegama lam, utsho uYehova, ozenzayo ezi zinto,+