IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 54:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba iintaba zingashenxiswa, neenduli zingashukuma,+ kodwa ububele bam bothando abuyi kushenxiswa kuwe,+ nomnqophiso wam woxolo awuyi kushukuma,”+ utsho uYehova, Lowo unenceba kuwe.+

  • Isaya 66:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Kwaye ndiza kumisa umqondiso phakathi kwazo,+ ndithumele abathile kwabo babalekileyo ezintlangeni,+ eTarshishe,+ ePuli, naseLudi,+ abo barhola isaphetha, kwaTubhali nakwaYavan,+ iziqithi ezikude,+ ezingevanga ngxelo ngam okanye zibone ubuqaqawuli bam;+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kubuxela ubuqaqawuli bam phakathi kweentlanga.+

  • Yeremiya 50:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Baya kuqhubeka bebuza indlela eya eZiyon, ubuso babo bubheke kwelo cala,+ besithi, ‘Yizani size sizihlanganise kuYehova ngomnqophiso ohlala ngokungenammiselo ongayi kulityalwa.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share