IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 7:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Makabongwe uYehova uTHIXO wookhokho bethu,+ ofake into enjalo entliziyweni+ kakumkani, ukuba ayihombise+ indlu kaYehova, eseYerusalem!

  • Nehemiya 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kwaye ndahlabela mgama ndathi kukumkani: “Ukuba kubonakala kulungile kukumkani, iirhuluneli+ ezingaphaya koMlambo+ mazinikwe iincwadi,+ ukuze zindivumele ndidlule de ndiye kufika kwaYuda;

  • Isaya 49:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Nookumkani bamele babe ngabanyamekeli bakho,+ amakhosazana abo abe ziimpelesi zakho. Baya kuqubuda kuwe ubuso bubheke emhlabeni,+ bakhothe uthuli lweenyawo zakho;+ yaye kuya kufuneka wazi ukuba ndinguYehova, lowo bangayi kuba neentloni abathembele ngaye.”+

  • ISityhilelo 21:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Iintlanga ziya kuhamba ekukhanyeni+ kwaso, nookumkani bomhlaba baya kuzisa kuso uzuko lwabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share