INdumiso 48:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Intle ukuphakama kwayo, ugcoba ngayo wonke umhlaba,+INtaba yeZiyon kumacala athe qelele asentla,+Idolophu yoKumkani Ozukileyo.+ INdumiso 87:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuthethwa izinto ezizukileyo ngawe, wena sixeko sikaTHIXO oyinyaniso.+ Seʹlah. Isaya 62:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngokuqinisekileyo abantu baya kubabiza ngokuba ngabantu abangcwele,+ abo bahlawulelweyo nguYehova;+ yaye wena uya kubizwa ngokuba ungoFuniweyo, isiXeko Esingashiywanga Ngokupheleleyo.+ Hebhere 12:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa nina niye nasondela kwiNtaba yeZiyon+ nakwisixeko+ soThixo ophilayo, iYerusalem yasezulwini,+ namashumi amawaka eengelosi,+
2 Intle ukuphakama kwayo, ugcoba ngayo wonke umhlaba,+INtaba yeZiyon kumacala athe qelele asentla,+Idolophu yoKumkani Ozukileyo.+
12 Ngokuqinisekileyo abantu baya kubabiza ngokuba ngabantu abangcwele,+ abo bahlawulelweyo nguYehova;+ yaye wena uya kubizwa ngokuba ungoFuniweyo, isiXeko Esingashiywanga Ngokupheleleyo.+
22 Kodwa nina niye nasondela kwiNtaba yeZiyon+ nakwisixeko+ soThixo ophilayo, iYerusalem yasezulwini,+ namashumi amawaka eengelosi,+