Isaya 61:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba njengoko umhlaba uvelisa ihlumelo lawo,+ nanjengoko umyezo uzenza zihlume izinto ezihlwayelwe kuwo, ngokunjalo neNkosi enguMongami uYehova iya kuhlumisa ubulungisa+ nendumiso phambi kwazo zonke iintlanga.+ Yeremiya 33:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngokuqinisekileyo kum siya kuba ligama lokugcoba,+ indumiso nobuhle kwiintlanga zonke zomhlaba eziya kuva ngako konke ukulunga endibenzela kona.+ Yaye ngokuqinisekileyo ziya kunkwantya,+ ziphazamiseke+ ngenxa yokulunga konke nangenxa yoxolo lonke endisenzela lona.’”+ Zefaniya 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yabona, ndenza okuthile nxamnye nabo bakuxhwalekisayo, ngelo xesha;+ yaye ndiza kumsindisa ojingxelayo,+ nalowo usasazekileyo ndiya kumqokelela ndawonye.+ Kwaye ndiza kubamisa njengendumiso nanjengegama kuwo onke amazwe abahlaziswa kuwo.
11 Kuba njengoko umhlaba uvelisa ihlumelo lawo,+ nanjengoko umyezo uzenza zihlume izinto ezihlwayelwe kuwo, ngokunjalo neNkosi enguMongami uYehova iya kuhlumisa ubulungisa+ nendumiso phambi kwazo zonke iintlanga.+
9 Ngokuqinisekileyo kum siya kuba ligama lokugcoba,+ indumiso nobuhle kwiintlanga zonke zomhlaba eziya kuva ngako konke ukulunga endibenzela kona.+ Yaye ngokuqinisekileyo ziya kunkwantya,+ ziphazamiseke+ ngenxa yokulunga konke nangenxa yoxolo lonke endisenzela lona.’”+
19 Yabona, ndenza okuthile nxamnye nabo bakuxhwalekisayo, ngelo xesha;+ yaye ndiza kumsindisa ojingxelayo,+ nalowo usasazekileyo ndiya kumqokelela ndawonye.+ Kwaye ndiza kubamisa njengendumiso nanjengegama kuwo onke amazwe abahlaziswa kuwo.