1 Kumkani 8:66 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 66 Ngosuku lwesibhozo wabandulula abantu;+ yaye baqalisa ukumsikelela ukumkani baza baya emakhayeni abo, benemihlali+ yaye bechwayitile entliziyweni+ ngako konke ukulunga+ uYehova awayekwenzele uDavide umkhonzi wakhe namaSirayeli abantu bakhe. INdumiso 31:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Hayi ukuba kuninzi kokulunga kwakho,+ okugcinele abo bakoyikayo!+Okunikele kwabo basabela kuwe,Phambi koonyana babantu.+
66 Ngosuku lwesibhozo wabandulula abantu;+ yaye baqalisa ukumsikelela ukumkani baza baya emakhayeni abo, benemihlali+ yaye bechwayitile entliziyweni+ ngako konke ukulunga+ uYehova awayekwenzele uDavide umkhonzi wakhe namaSirayeli abantu bakhe.
19 Hayi ukuba kuninzi kokulunga kwakho,+ okugcinele abo bakoyikayo!+Okunikele kwabo basabela kuwe,Phambi koonyana babantu.+