Isaya 55:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+ Isaya 59:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Iinyawo zabo ziqhubeka zibalekela ngqo ebubini,+ yaye ziyakhawuleza ukuphalaza igazi elimsulwa.+ Iingcamango zabo ziingcamango ezenzakalisayo;+ ukuphanga nokuwisa ngoohola babo bendlela.+ Yeremiya 18:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye bathi: “Akukho themba!+ Kuba siya kulandela iingcamango zethu, yaye siza kuphumeza ngamnye ubulukhuni bentliziyo yakhe embi.”+ Mateyu 15:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngokomzekelo, entliziyweni kuphuma iingcinga ezingendawo,+ ukubulala, ukukrexeza, uhenyuzo, ubusela, ubungqina bobuxoki, izinyeliso.+ Yakobi 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa ngamnye ulingwa ngokutsalwa nokuwexulwa ngumnqweno wakhe.+
7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+
7 Iinyawo zabo ziqhubeka zibalekela ngqo ebubini,+ yaye ziyakhawuleza ukuphalaza igazi elimsulwa.+ Iingcamango zabo ziingcamango ezenzakalisayo;+ ukuphanga nokuwisa ngoohola babo bendlela.+
12 Yaye bathi: “Akukho themba!+ Kuba siya kulandela iingcamango zethu, yaye siza kuphumeza ngamnye ubulukhuni bentliziyo yakhe embi.”+
19 Ngokomzekelo, entliziyweni kuphuma iingcinga ezingendawo,+ ukubulala, ukukrexeza, uhenyuzo, ubusela, ubungqina bobuxoki, izinyeliso.+