2 Kumkani 21:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ngenxa yokuba uManase+ ukumkani wakwaYuda enze ezi zinto zicekisekayo,+ wenze ngokungendawo ngakumbi kunako konke oko kwenziwa ngama-Amori+ awayengaphambi kwakhe, wamonisa+ kwanoYuda ngezithixo zakhe ezinezothe.
11 “Ngenxa yokuba uManase+ ukumkani wakwaYuda enze ezi zinto zicekisekayo,+ wenze ngokungendawo ngakumbi kunako konke oko kwenziwa ngama-Amori+ awayengaphambi kwakhe, wamonisa+ kwanoYuda ngezithixo zakhe ezinezothe.