ABagwebi 20:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku nikelani loo madoda,+ amadoda angamatshivela,+ aseGibheya,+ ukuze siwabulale,+ size sibutshayele ububi kwaSirayeli.”+ Yaye oonyana bakaBhenjamin abazange bafune ukuliphulaphula ilizwi labazalwana babo, oonyana bakaSirayeli.+ Hoseya 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Baye bagabadela ekonakaliseni,+ njengakwimihla yaseGibheya.+ Uya kusikhumbula isiphoso sabo;+ uya kuzinikela ingqalelo izono zabo. Hoseya 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Ukususela kwimihla yaseGibheya+ wonile,+ Sirayeli. Apho bema ngxi. EGibheya imfazwe nxamnye noonyana bentswela-bulungisa ayibafikelanga.+
13 Ke kaloku nikelani loo madoda,+ amadoda angamatshivela,+ aseGibheya,+ ukuze siwabulale,+ size sibutshayele ububi kwaSirayeli.”+ Yaye oonyana bakaBhenjamin abazange bafune ukuliphulaphula ilizwi labazalwana babo, oonyana bakaSirayeli.+
9 Baye bagabadela ekonakaliseni,+ njengakwimihla yaseGibheya.+ Uya kusikhumbula isiphoso sabo;+ uya kuzinikela ingqalelo izono zabo.
9 “Ukususela kwimihla yaseGibheya+ wonile,+ Sirayeli. Apho bema ngxi. EGibheya imfazwe nxamnye noonyana bentswela-bulungisa ayibafikelanga.+