Zekariya 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yona yathi kum: “Ukuze bamakhele+ indlu kwilizwe laseShinare;+ yaye imele imiselwe ngokuqinileyo, kwaye umele abekwe apho kwindawo yakhe efanelekileyo.”
11 Yona yathi kum: “Ukuze bamakhele+ indlu kwilizwe laseShinare;+ yaye imele imiselwe ngokuqinileyo, kwaye umele abekwe apho kwindawo yakhe efanelekileyo.”