-
Eksodus 10:19INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
19 Ngoko uYehova wawujika umoya waba ngowasentshona onamandla kakhulu, wazithwala iinkumbi waziqhubela kuLwandle Olubomvu. Akwasala nanye inkumbi kummandla wonke waseYiputa.
-
-
Isaya 50:2INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
2 Yini na ukuba ndifike, kungekho bani?+ Ndibize, kungabikho uphendulayo?+ Sifutshane kakhulu na isandla sam ukuba singakhulula,+ okanye akukho mandla okuhlangula na kum? Khangela! Ndomisa ulwandle+ ngokhalimelo lwam;+ ndenza imilambo ibe yintlango.+ Iintlanzi zalo ziyanuka ngenxa yokungabikho kwamanzi, yaye ziyafa lunxano.+
-