Habhakuki 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uyabona ndinyusa amaKhaledi,+ uhlanga olunobukrakra noludyuduzelayo, oluya kwiindawo ezibanzi zomhlaba ukuze luzidle ilifa iindawo zokuhlala ezingezozalo.+ Zekariya 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngokucaphuka okukhulu ndiyazicaphukela iintlanga ezihleli ngokukhululeka;+ ngenxa yokuba mna ndacaphuka kancinane,+ kodwa zona zancedisa kwintlekele leyo.”’+
6 Kuba uyabona ndinyusa amaKhaledi,+ uhlanga olunobukrakra noludyuduzelayo, oluya kwiindawo ezibanzi zomhlaba ukuze luzidle ilifa iindawo zokuhlala ezingezozalo.+
15 Ngokucaphuka okukhulu ndiyazicaphukela iintlanga ezihleli ngokukhululeka;+ ngenxa yokuba mna ndacaphuka kancinane,+ kodwa zona zancedisa kwintlekele leyo.”’+