Isaya 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kungenxa yoko le nto ndiya kulila ngokulila kwaseYazere ngenxa yomdiliya waseSibhema.+ Ndiya kukumanzisa ngeenyembezi zam, Heshbhon+ nawe Eleyale,+ ngenxa yokuba phezu kwehlobo lakho naphezu kwesivuno sakho kuwele phantsi ukukhwaza.+ Habhakuki 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Nangona umkhiwane usenokungatyatyambi,+ ize nemidiliya ingavelisi; umsebenzi womthi womnquma usenokusilela, namasimi asenokungakuvelisi ukutya;+ imihlambi yezimvu isenokwahlukaniswa nobuhlanti, kuze kungabikho mhlambi wankomo esibayeni;+
9 Kungenxa yoko le nto ndiya kulila ngokulila kwaseYazere ngenxa yomdiliya waseSibhema.+ Ndiya kukumanzisa ngeenyembezi zam, Heshbhon+ nawe Eleyale,+ ngenxa yokuba phezu kwehlobo lakho naphezu kwesivuno sakho kuwele phantsi ukukhwaza.+
17 Nangona umkhiwane usenokungatyatyambi,+ ize nemidiliya ingavelisi; umsebenzi womthi womnquma usenokusilela, namasimi asenokungakuvelisi ukutya;+ imihlambi yezimvu isenokwahlukaniswa nobuhlanti, kuze kungabikho mhlambi wankomo esibayeni;+