IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Waza uYehova wahlabela mgama wathi: “Kanye njengoko umkhonzi wam uIsaya eye wahambahamba eze kwaye enganxibanga nto ezinyaweni iminyaka emithathu engumqondiso+ nomhlola nxamnye neYiputa+ nanxamnye neTiyopiya,+

  • Hezekile 30:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye ngokuqinisekileyo ikrele liya kuyifikela iYiputa,+ neentlungu eziqatha zimele zibekho eTiyopiya ekuweni kwalowo ubuleweyo eYiputa baze okunene bayithabathe indyebo yalo neziseko zalo bazidilize.+

  • Zefaniya 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Ukususela kummandla wemilambo yaseTiyopiya abo bandibongozayo, oko kukuthi, intombi yabachithachithekileyo bam, baya kundizisela isipho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share