Genesis 25:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngawo la amagama oonyana bakaIshmayeli, ngamagama abo, ngokweentsapho zabo: izibulo likaIshmayeli nguNebhayoti+ ibe nguKedare+ noAdebhele noMibhesam+ INdumiso 120:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yeha ke mna, kuba ndihleli njengomphambukeli kwaMesheki!+Ndimise umnquba kunye neentente zakwaKedare.+ INgoma yazo iiNgoma 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Ndiyintombi emnyama, kodwa ebukekayo, zintombi zaseYerusalem,+ njengeentente zakwaKedare,+ kanti njengamalaphu eentente+ zikaSolomon. Isaya 42:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Intlango+ nezixeko zayo maziphakamise amazwi azo, imizi emiwe ngamaKedare.+ Abemi bengxondorha+ mabadanduluke ngovuyo. Phezulu ezintabeni abantu mabadanduluke kakhulu. Hezekile 27:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ama-Arabhu+ nezikhulu zonke zaseKedare+ zazingabarhwebi abaqeshwe nguwe. Ngeenkunzi zeemvana neenkunzi zeegusha neenkunzi zeebhokhwe+—baberhwebela wena ngazo.
13 Ngawo la amagama oonyana bakaIshmayeli, ngamagama abo, ngokweentsapho zabo: izibulo likaIshmayeli nguNebhayoti+ ibe nguKedare+ noAdebhele noMibhesam+
5 Yeha ke mna, kuba ndihleli njengomphambukeli kwaMesheki!+Ndimise umnquba kunye neentente zakwaKedare.+
5 “Ndiyintombi emnyama, kodwa ebukekayo, zintombi zaseYerusalem,+ njengeentente zakwaKedare,+ kanti njengamalaphu eentente+ zikaSolomon.
11 Intlango+ nezixeko zayo maziphakamise amazwi azo, imizi emiwe ngamaKedare.+ Abemi bengxondorha+ mabadanduluke ngovuyo. Phezulu ezintabeni abantu mabadanduluke kakhulu.
21 Ama-Arabhu+ nezikhulu zonke zaseKedare+ zazingabarhwebi abaqeshwe nguwe. Ngeenkunzi zeemvana neenkunzi zeegusha neenkunzi zeebhokhwe+—baberhwebela wena ngazo.