Isaya 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba, khangela! iNKOSI yokwenyaniso,+ uYehova wemikhosi, ishenxisa inkxaso nesixhaso eYerusalem+ nakwaYuda, isixhaso siphela sesonka nesixhaso siphela samanzi,+ Yeremiya 14:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuba okunene ndiyaphuma ndiye endle, khangela, ke, nabo ababuleweyo likrele!+ Ukuba okunene ndingena esixekweni, khangela, izifo ezibangelwa yindlala!+ Kuba kokubini umprofeti nombingeleli bajikeleze ilizwe abangalaziyo.’”+ Yeremiya 38:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Lowo uqhubekayo ehlala kwesi sixeko uya kufa likrele,+ yindlala+ nayindyikitya yokufa.+ Kodwa ophumayo aye kumaKhaledi uya kuqhubeka ephila yaye ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba kuye umphefumlo wakhe aze aphile.’+ IZililo 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bebelunge ngakumbi abo babulewe ngekrele+ kunabo babulewe yindlala,+Ngenxa yokuba aba betha amandla, behlatyiwe ngokungabi namveliso yentsimi.
3 Kuba, khangela! iNKOSI yokwenyaniso,+ uYehova wemikhosi, ishenxisa inkxaso nesixhaso eYerusalem+ nakwaYuda, isixhaso siphela sesonka nesixhaso siphela samanzi,+
18 Ukuba okunene ndiyaphuma ndiye endle, khangela, ke, nabo ababuleweyo likrele!+ Ukuba okunene ndingena esixekweni, khangela, izifo ezibangelwa yindlala!+ Kuba kokubini umprofeti nombingeleli bajikeleze ilizwe abangalaziyo.’”+
2 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Lowo uqhubekayo ehlala kwesi sixeko uya kufa likrele,+ yindlala+ nayindyikitya yokufa.+ Kodwa ophumayo aye kumaKhaledi uya kuqhubeka ephila yaye ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba kuye umphefumlo wakhe aze aphile.’+
9 Bebelunge ngakumbi abo babulewe ngekrele+ kunabo babulewe yindlala,+Ngenxa yokuba aba betha amandla, behlatyiwe ngokungabi namveliso yentsimi.