Levitikus 26:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo. Yeremiya 19:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Nesi sixeko ndiza kusenza into ekhwankqisayo nento yokubethelwa umlozi.+ Wonke owokugqibela odlulayo ngakuso uya kujonga ekhwankqisiwe aze abethe umlozi ngenxa yezibetho zaso zonke.+ Yeremiya 49:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Kuba ndizifungile,”+ utsho uYehova, “ukuba iBhotsera+ iya kuba yinto ekhwankqisayo,+ ungcikivo, impanziso nesiqalekiso; nazo zonke izixeko zayo ziya kuba ziindawo eziphanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.”+ Hezekile 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye ndiza kusolula isandla sam nxamnye nabo+ ndize ndilenze ilizwe libe yinkangala ephanzileyo, kwanesiphanziso ngaphezu kwentlango yaseDibhela, kuzo zonke iindawo zabo zokuhlala. Baya kwazi ukuba ndinguYehova.’”
33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo.
8 Nesi sixeko ndiza kusenza into ekhwankqisayo nento yokubethelwa umlozi.+ Wonke owokugqibela odlulayo ngakuso uya kujonga ekhwankqisiwe aze abethe umlozi ngenxa yezibetho zaso zonke.+
13 “Kuba ndizifungile,”+ utsho uYehova, “ukuba iBhotsera+ iya kuba yinto ekhwankqisayo,+ ungcikivo, impanziso nesiqalekiso; nazo zonke izixeko zayo ziya kuba ziindawo eziphanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.”+
14 Yaye ndiza kusolula isandla sam nxamnye nabo+ ndize ndilenze ilizwe libe yinkangala ephanzileyo, kwanesiphanziso ngaphezu kwentlango yaseDibhela, kuzo zonke iindawo zabo zokuhlala. Baya kwazi ukuba ndinguYehova.’”