Yeremiya 7:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 “‘Ngoko ke, khangela! kuza imihla,’ utsho uYehova, ‘xa kungayi kuphinda kuthiwe yiTofete nentlambo yoonyana bakaHinom, kodwa ibe yintlambo yokubulala;+ yaye kuya kufuneka bangcwabele eTofefe kuba kungekho ndawo yaneleyo.+
32 “‘Ngoko ke, khangela! kuza imihla,’ utsho uYehova, ‘xa kungayi kuphinda kuthiwe yiTofete nentlambo yoonyana bakaHinom, kodwa ibe yintlambo yokubulala;+ yaye kuya kufuneka bangcwabele eTofefe kuba kungekho ndawo yaneleyo.+