IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 23:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yaye izibingelelo ezaziphezu kophahla lwegumbi eliseluphahleni+ lika-Ahazi ezazenziwe ngookumkani bakwaYuda, nezibingelelo+ ezazenziwe nguManase kwiintendelezo ezimbini zendlu kaYehova, ukumkani wazidiliza, emva koko wazityumzela apho, waza uthuli lwazo waluphosa kwintlambo yeKidron.

  • 2 Kumkani 23:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wazaphula+ zaziingceba iintsika ezingcwele, wazigawula nezibonda ezingcwele waza iindawo zazo wazizalisa ngamathambo abantu.

  • INdumiso 79:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 79 Owu Thixo, iintlanga zingene kwilifa lakho;+

      Ziyenze inqambi itempile yakho engcwele;+

      IYerusalem ziyenze imfumba yamanxuwa.+

  • Hezekile 7:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Yaye ndiza kuwunikela ezandleni zabasemzini ukuba bawuphange+ nakwabangendawo bomhlaba ube lixhoba, baze ngokuqinisekileyo bawuhlambele.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share