IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 8:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwaye okunene baya kuwaneka elangeni nasenyangeni nakuwo wonke umkhosi wamazulu ababewuthanda nabawukhonzileyo nabawulandeleyo+ nabaqubude kuwo.+ Akayi kuhlanganiswa, engayi kungcwatywa. Aya kuba ngumgquba phezu kobuso bomhlaba.”+

  • Yeremiya 32:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Kwaye amaKhaledi alwa nesi sixeko amele afike aze aphembe umlilo kwesi sixeko, asitshise+ kunye nezindlu ezo baqhumisele uBhahali umbingelelo phezu kophahla lwazo baza bathulula umnikelo othululwayo kwabanye oothixo ngenjongo yokundicaphukisa.’+

  • Yeremiya 44:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 kodwa ngokuqinisekileyo siya kuwenza onke amazwi aphumileyo emlonyeni wethu,+ ukuze siqhumisele ‘ukumkanikazi wamazulu’+ umbingelelo nokuze simthululele iminikelo ethululwayo,+ kanye njengoko thina,+ nookhokho bethu,+ nookumkani bethu,+ neenkosana zethu senjenjalo kwizixeko zakwaYuda nakwizitrato zaseYerusalem, xa sasidla ngokwanela sisonka, sihleli kakuhle, yaye asizange sibone nayiphi na intlekele konke konke.+

  • Zefaniya 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 nabo baqubuda eluphahleni kuwo umkhosi wamazulu,+ nabo baqubudayo,+ besenza izifungo ezinzulu kuYehova+ kwaye besenza izifungo ezinzulu ngoMalekam;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share