Nehemiya 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuyo kwakubhalwe kwathiwa: “Kuvakele ezintlangeni, noGeshem+ utsho, ukuba wena namaYuda niceba ukuvukela.+ Yiyo loo nto nisakha udonga; yaye wena ungukumkani wabo,+ ngokwala mazwi. IMizekeliso 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Apho kukho ogubungela intiyo kukho imilebe yobuxoki,+ yaye ozisa ingxelo embi usisiyatha.+ Luka 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Emva kokumqwalasela ngokusondeleyo, bathuma abantu abaqeshwe ngokufihlakeleyo ukuba benze ngathi bangamalungisa, ukuze bambambise+ ngentetho, khon’ ukuze bamnikele kurhulumente nakwigunya lerhuluneli.+
6 Kuyo kwakubhalwe kwathiwa: “Kuvakele ezintlangeni, noGeshem+ utsho, ukuba wena namaYuda niceba ukuvukela.+ Yiyo loo nto nisakha udonga; yaye wena ungukumkani wabo,+ ngokwala mazwi.
20 Emva kokumqwalasela ngokusondeleyo, bathuma abantu abaqeshwe ngokufihlakeleyo ukuba benze ngathi bangamalungisa, ukuze bambambise+ ngentetho, khon’ ukuze bamnikele kurhulumente nakwigunya lerhuluneli.+