Levitikus 26:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndiya kunichasa ngenene, noyiswe ngokuqinisekileyo ziintshaba zenu;+ baninyathele abanithiyayo,+ nisabe kungekho unisukelayo.+ INdumiso 34:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza okubi,+Ukuze akunqumle ukukhankanywa kwabo emhlabeni.+ Yeremiya 44:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabonani, ubuso bam ndibubhekisa kuni ukuba ndinizisele intlekele nokunqunyulwa kukaYuda wonke.+ Hezekile 15:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye ndibubhekise kubo ubuso bam.+ Baphume emlilweni, kodwa umlilo uya kubaqwenga.+ Niya kwazi ukuba ndinguYehova, xa ndibhekise ubuso bam kubo.’”+ Amosi 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nokuba baya ekuthinjweni phambi kweentshaba zabo, nalapho ndiya kuliyalela ikrele, yaye limele libabulale;+ ndiza kuwamisa kubo amehlo am kube bububi, kungabi kukulungelwa.+ 1 Petros 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+
17 Ndiya kunichasa ngenene, noyiswe ngokuqinisekileyo ziintshaba zenu;+ baninyathele abanithiyayo,+ nisabe kungekho unisukelayo.+
11 “Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabonani, ubuso bam ndibubhekisa kuni ukuba ndinizisele intlekele nokunqunyulwa kukaYuda wonke.+
7 Yaye ndibubhekise kubo ubuso bam.+ Baphume emlilweni, kodwa umlilo uya kubaqwenga.+ Niya kwazi ukuba ndinguYehova, xa ndibhekise ubuso bam kubo.’”+
4 Nokuba baya ekuthinjweni phambi kweentshaba zabo, nalapho ndiya kuliyalela ikrele, yaye limele libabulale;+ ndiza kuwamisa kubo amehlo am kube bububi, kungabi kukulungelwa.+
12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+