- 
	                        
            
            Yoshuwa 7:21INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        21 Ndithe ndakubona+ phakathi kwamaxhoba umnweba waseShinare,+ okhangeleka kakuhle, namakhulu amabini eeshekele zesilivere nesitena esinye segolide, sinobunzima obuziishekele ezingamashumi amahlanu, ndazinqwenela,+ ndaza ndazithabatha;+ yaye, khangela! zifihlwe emhlabeni phakathi ententeni yam nemali phantsi kwayo.”+ 
 
-