Duteronomi 32:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 “Nyuka uye kule ntaba yaseAbharim,+ eNtabeni yeNebho,+ esezweni lakwaMowabhi, elikhangelene neYeriko, uze ulibone ilizwe lakwaKanan, endilinika oonyana bakaSirayeli njengelifa.+
49 “Nyuka uye kule ntaba yaseAbharim,+ eNtabeni yeNebho,+ esezweni lakwaMowabhi, elikhangelene neYeriko, uze ulibone ilizwe lakwaKanan, endilinika oonyana bakaSirayeli njengelifa.+