IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Khumbula: Musa ukukulibala ukumcaphukisa kwakho uYehova uThixo wakho entlango.+ Ukususela ngomhla owaphuma ngawo ezweni laseYiputa kwada kwaba sekungeneni kwakho kule ndawo, namvukela uYehova.+

  • ABagwebi 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye oonyana bakaSirayeli benza okubi emehlweni kaYehova+ bakhonza ooBhahali.+

  • Nehemiya 9:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Kwaye bona ookhokho bethu, bakhukhumala+ bayenza lukhuni intamo yabo,+ yaye abazange bayiphulaphule imiyalelo yakho.

  • Yeremiya 3:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Silala phantsi sihlazekile,+ yaye ukuthotywa kwethu kusuka kusigubungele;+ kuba sonile kuYehova uThixo wethu,+ thina noobawo ukususela ebutsheni kuse kule mini,+ kwaye asilithobelanga ilizwi likaYehova uThixo wethu.”+

  • Yeremiya 7:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kodwa abazange baphulaphule, bengazange bathobe nendlebe yabo,+ kodwa baqhubeka behamba ngamacebo abo ngobulukhuni bentliziyo yabo embi,+ kangangokuba baya ngasemva kungekhona ngaphambili,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share