IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 14:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ingqina elithembekileyo aliyi kuxoka,+ kodwa ingqina lobuxoki lifutha ubuxoki.+

  • Luka 12:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Yaza iNkosi yathi: “Ngubani ngokwenene elo gosa lithembekileyo,+ elo liyingqondi,+ inkosi yalo eya kulimisela phezu kweqela layo labalindi ukuhlala lilinika umlinganiselo walo wokutya ngexesha elifanelekileyo?+

  • 2 Korinte 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Sithi; kuba asingobathengisi belizwi likaThixo+ njengoko abantu abaninzi benjalo,+ kodwa sithetha ngokunyaniseka, phambi kwamehlo kaThixo, njengabathunywa bakaThixo, sikunye noKristu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share