IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 30:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “Yaye ngokuqinisekileyo niya kuba ngabantu bam,+ ndize mna ndibe nguThixo wenu.”+

  • Yeremiya 32:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Ngokuqinisekileyo baya kuba ngabantu bam,+ mna ndibe nguThixo wabo.+

  • Hezekile 14:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 ukuze abo bendlu kaSirayeli bangabi saphambuka bayeke ukundilandela+ baze bangabi sahamba bezenza inqambi ngokunxaxha kwabo konke. Bamele babe ngabantu bam nam ndibe nguThixo wabo,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”+

  • Zekariya 8:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngokuqinisekileyo ndiya kubazisa, yaye bamele bahlale phakathi kweYerusalem;+ kwaye bamele babe ngabantu bam,+ nam ndiya kuba nguThixo wabo ngenyaniso nangobulungisa.’”+

  • Hebhere 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘Kuba nguwo lo umnqophiso endiya kunqophisana ngawo nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla,’ utsho uYehova. ‘Ndiza kuyibeka imithetho yam engqondweni yabo, ndize ndiyibhale ezintliziyweni zabo.+ Yaye ndiza kuba nguThixo wabo,+ bona babe ngabantu bam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share